Sondela Nana* lyrics

by

Yallunder


Lyrics from Snippet

Umuhle uyazbona na? (Uyazbona na)
Uyathandeka uyazbona na?
Imvula mayina aliweli phezu kwakho
Ilanga maliphuma alusizi uzingo lwakho

Sondela nana
Ndikufundise ingoma yam
Sondela nana
Ndikufundise ingoma yam
Nananana
Sondela nana
Ndikufundise ingoma yam
Nana nana
Sondela nana
Ndikufundise ingoma yam
A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
Copyright © 2012 - 2021 BeeLyrics.Net