Inkukhu lyrics

by

Kabza De Small


[Pre-Chorus]
Khawleza subaleka
Izolo ububoleka
Namhlanje ndizo koleka
Ungandi qheli uyeva?
Khawleza suku baleka
Izolo ububoleka
Namhlanje ndizo koleka
Ungandi qheli uyeva?

[Chorus]
Uzisa kum ziphelile insuku
Kunini ndikubala ubusuchuku
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu inkukhu inkukhu
Uzisa kum ziphelile insuku
Kunini ndikubala ubusuchuku
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu inkukhu inkukhu
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu

[Pre-Chorus]
Khawleza subaleka
Izolo ububoleka
Namhlanje ndizo koleka
Ungandi qheli uyeva?
Khawleza suku baleka
Izolo ububoleka
Namhlanje ndizo koleka
Ungandi qheli uyeva?
[Refrain]
Uzisa kum ziphelile insuku
Kunini ndikubala ubusuchuku
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu inkukhu inkukhu
Uzisa kum ziphelile insuku
Kunini ndikubala ubusuchuku
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu
Kudabuk ibruku kukhalе inkukhu
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu

[Pre-Chorus]
Khawleza subaleka
Izolo ububolеka
Namhlanje ndizo koleka
Ungandi qheli uyeva?
Khawleza suku baleka
Izolo ububoleka
Namhlanje ndizo koleka
Ungandi qheli uyeva?

[Chorus]
Uzisa kum ziphelile insuku
Kunini ndikubala ubusuchuku
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu inkukhu inkukhu
Uzisa kum ziphelile insuku
Kunini ndikubala ubusuchuku
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu inkukhu inkukhu
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu
Kudabuk ibruku kukhale inkukhu
A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
Copyright © 2012 - 2021 BeeLyrics.Net