Oko lyrics

by

Zonke



[Verse 1]
Wandenz'umuntu
Wandenz'owakho
Wandenza mkhulu
Wandenz'iqhawe
Yena uhlala nam' sijonga'emehlweni
Wandiph' intliziyo ethamileyo kodwa yomelele yona

[Chorus]
Okoko, okoko, eduze nam'
Oko umane undisebezela to the sky (To the sky)
Okoko okoko, eduze nam'
Oko umane undisikelela through it all
All the time (Okoko, okoko)

[Refrain]
Okoko
Okoko
Okoko

[Verse 2]
Wandez'ithemba labaninzi
Wathi ndiyakwethemba
Wandezel'ityholo
Tyholo lam' elingasoze lafa
Angeke ndizisuse kuwe wena themba lam'
Asoze ndizisuse kuwe wena menzi wam'
[Chorus]
Okoko, okoko, eduze nam'
Oko umane undisebezela to the sky (To the sky)
Okoko okoko, eduze nam'
Oko umane undisikelela through it all
All the time (Okoko, okoko)

[Outro]
Lok'ixesha (Okoko)
Lok'ixesha (Okoko)
Okoko (Onk'amaxesha)
Okoko (Okoko)
Okoko (Onk'amaxesha)
Okoko (Onk'amaxesha)
A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
Copyright © 2012 - 2021 BeeLyrics.Net